Текст песни Ubuhle - 047 , Vusi Nova
Ndithe
ndiphuma
ekhaya
Ndikhaph'inkome
zakuthi
Ziye
emlanjeni
Njengesqhelo
Intombi
zehla
zenyuka
Zona
ziyotheza
Ziyotheza
Zehla
zenyuka
Zinyamezele
iqabaka
Ndithe
ndakuyibona
lenzwakazi
Kwa
qaqamb'inhliziyo
Ndithe
ndakuyi
bona
lenzwakazi
Kwaxeg'amadolo
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
bakhe
Intliziyo
yam
ibuhlungu
Xandibona
yena
encuma
njalo
Intliziyo
yam
ibuhlungu
Ngokabani
na
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Bundenza
ndibeWrongo
ngendl'emnandi
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Buyandiqhiba
mh
Buyandichaza
Isizathu
ndas'bona
n'kahphana
nenkomo
nje
rhoqo
Ngathi
ebeyazi
lemini
iyeza
nangomso
Nd'e
ndifumane
intombi
endenza
n'zive
ndiphelele
nzulu
emizweni
Yami
Xa
ndinganqoba
uloyiko
Ndinqale
nqo
phayana
kuye
Ngoba
ngaphandle
kwalenzwakazi
iyo
oh
Akuno'fana
hayi
akuno'fana
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
bakhe
Nd'zohlala
ndikuthanda
mna
Nd'zohlala
ndicinga
ngawe
Nd'zohlala
ndizifela
ngawe
Nd'zohlala
ndikuthanda
mna
Nd'zohlala
ndicinga
ngawe
Nd'zohlala
ndizifela
ngawe
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
bakhe
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
bakhe
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
oh
Ubuhle
bakhe
Ubuhle
balenzwakazi
iyo
oh
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.