8Vowelz - Bathi Mandiqinise текст песни

Текст песни Bathi Mandiqinise - 8Vowelz



Bathi mandiqinise ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bafuna ndirephe ngesXhosa, mna andifun
Bafuna ndirephe ngesXhosa, mna andifun
Bathi mandirephe ngesXhosa, ndithi okay
Bathi mandirephe ngesXhosa, ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Sebeqalile bayandibuza, ndikhupha nini?
Bafuna ndidedele eny' i-track, bayandikhuthaza
Kalok ndyathandeka ndyayaz eyonto
Enyinto kuthandwa lamagama ndiwatsho kule mic
Ndinike ipeni nephepha kalok ndintswempu
Ndyayitshintsha i-flow ndivakale ngathi ngu Akalicious
Ndigqibe ndibize ndicikoze amagama ngesiXhosa ngath ngu Ifani
Kalok andfan nalamakhwenkwe amamela u Nyovest agqibe azenze u 69
Kalok mna ndizenza u Tech N9ne
Ndirepha ndikhawule ndishebeleze ndicacice ukuba I'm good, special and awesome
Ndyanaz kalok nizophinde nixakeke ukuba ndithin
Ndithi mna ukuba bekthiwa i-rap i-juice eyam emnandi
Ukuba kuyangam ngabe ndinabantwana
Yeni ubuxoki obungaka ndihlutshwa indlala ndiyilambele(iwewe)
Ukulala ndodwa ndityiwe zinconconi kuyingxaki
Kodwa ke good news umntu wan useyakwaz endlin
Andithi baby? Hopefully umamele uyayiva lengoma
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bafuna ndirephe ngesXhosa, mna andifun
Bafuna ndirephe ngesXhosa, mna andifun
Bathi mandirephe ngesXhosa, ndithi okay
Bathi mandirephe ngesXhosa, ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Ndihluthi kakhulu andikwaz kubamba moya
Funeka ndilambe ukuze ndizokhumbula ukba ndifuna nton
Ndizoyichola ndiyitye nabani phantse ndalibala
Baby ndicela uhlisele umkhaba awukho sexy noba uzomamela xa ndisitsho emvakwale Mic
Mna ndisazoba ile-Hulk oyifunayo Unga-worry
Oh yeah into endiyifunayo impumelelo
Mandihlale edesikeni ndimotsh' ink oku kwezinyanga zilitshumi zitshiyekileyo
Xa ndigqiba ke ndizothatha le-mic ndidlwengule amagama futhi ndizoyibamba iqine Ukuze ingaphuncuki
Bathi mandiqinise, ndithi okay
Bathi mandiqinise, ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bafuna ndirephe ngesXhosa, mna andifun
Bafuna ndirephe ngesXhosa, mna andifun
Bathi mandirephe ngesXhosa, ndithi okay
Bathi mandirephe ngesXhosa, ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay
Bathi mandiqinise ndithi okay



Авторы: Thabo Zulu


8Vowelz - Downloaded-S.A
Альбом Downloaded-S.A
дата релиза
28-07-2022




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.