Amanda Black - ndandihleli, текст песни

Текст песни ndandihleli, - Amanda Black



Ndandihleli emnyameni
Ndandicinga ngo lovey wam
Ndandihleli emnyameni
Ndandicinga ngo lovey wam
Cengana nawe asoze ndiphinde
Gama lakho wena asoze ulive
Liphuma emlonyeni wam
When you call my name asoze ndize
Remember wena when udlal undize
Ngefeelings zakho
Andizi no more, mh
I don't regret saying "I love you"
Ngoba I know I meant those things too
Ndithi khanimeni
Coz andi understand, ey
Sorry I didn't mean to hurt you
Stuck with the memories I cling to
That's the way love went
That's the way love went
Ndandihleli emnyameni
Ndandicinga ngo lovey wam
Ndandihleli emnyameni
Ndandicinga ngo lovey wam



Авторы: Amanda Benedicta Antony, Christer Kobedi, Vaughan Fourie


Amanda Black - Mnyama
Альбом Mnyama
дата релиза
06-08-2021




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.