Amanda Black - amagingxigingxi, текст песни

Текст песни amagingxigingxi, - Amanda Black



Am I really alright, or am I just trying too hard?
Am I really alright?
Hai andazi, ukuba ndizophelelaphi
Hai andazi, ukuba ndizophelelaphi
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa hai hai, hai amagingxigingxi (Gingxi)
Hai amagingxigingxi (Gingxi)
Ndizothini mina? Ah yeah, ah yeah
Hai hai, hai amagingxigingxi (Gingxi)
Hai amagingxigingxi (Gingxi)
Ndizothini mina? Ah yeah, ah yeah
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Thini mina, thini mina
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Thini mina, thini mina
Gingxigingxi
I′ve been feeling down, umthwalo uyand'sinda
Even like ingqondo ziyand′shiya
So much pain, don't know what I did, what I did yeah yeah
It's okay at least I know I still feel
Pinch myself awake to see it′s real
Though I′m down, giving up and'kwazi
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyavuka, kodwa ndiyaphanda
Kodwa kubuhlungu, kodwa ndiyazama
Kodwa ndiyazama
Kodwa hai hai, hai amagingxigingxi (Gingxi)
Hai amagingxigingxi (Gingxi)
Ndizothini mina? Ah yeah, ah yeah
Hai hai, hai amagingxigingxi (Gingxi)
Hai amagingxigingxi (Gingxi)
Ndizothini mina? Ah yeah, ah yeah
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Thini mina, thini mina
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Gingxigingxi
Thini mina, thini mina
Gingxigingxi



Авторы: Amanda Benedicta Antony, Christer Kobedi, Olyver Mom, Vaughan Fourie


Amanda Black - Mnyama
Альбом Mnyama
дата релиза
06-08-2021




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.