Bongeziwe Mabandla - Intro текст песни

Текст песни Intro - Bongeziwe Mabandla



Wezokhahlamba phesheye kwemifula
Phezulu enconcoyini, ezintambeni ezincwele
Kulapho mna ndihleli khona
Ima kulondawo ukhwaze igama lakhe
Wobona
Wobona
Wobona
Wobona
Wobona
Wobona
Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba
Indlela hamba, nantsi indlela hamba
Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba
Indlela hamba, nantsi indlela hamba (endingaya kuyo)
Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba
Indlela hamba, nantsi indlela hamba (ndingene)
Kuthwa hamba, nantsi indlela hamba (hamba)
Indlela hamba, nantsi indlela hamba (hamba)
(Hamba)



Авторы: Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla


Bongeziwe Mabandla - Mangaliso
Альбом Mangaliso
дата релиза
12-05-2017




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.