Bongeziwe Mabandla - isiphelo (#Untitled) текст песни

Текст песни isiphelo (#Untitled) - Bongeziwe Mabandla



Ekugqibeleni kwento yonke
Mna ndisakuthanda
Noba asisekho kunye
Lontw'ayitheth'ukuba sendalibala
Amaxesha ami naNe
Thina sobabini
Iminyaka eyadlula
Dlula ndihleli nawe
Mandibulele ngento yonke
Ondenzele yona
Mna ndilingqina
Lentliziyo yakh'welungileyo
Ndiyak'khumbula
Ndiyak'khumbula
Ndiyakukhumbula
Ndiyak'khumbula
Amaxesha ami nawe
Thina sobabini
Iminyaka eyadlula
Dlula ndihleli naweAkwaba akwaba
(Andikwaz'ukuyeka...)
Akwaba ukhe undicinge
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)
Akwaba akwaba
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ukhe uzinik'ithuba
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)
Sakhe saphila phezu kwelilizwe
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ngathi ndim ndimi naw'emhlabeni
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)
Sakhe saphila phezu kwelilizwe
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ngathi ndimi ndimi naw'emhlabeni
(... ukuyeka, ukuyek'ukuthanda)



Авторы: Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla, Tiago Correia-paulo


Bongeziwe Mabandla - iimini
Альбом iimini
дата релиза
27-03-2020




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.