Bongeziwe Mabandla - ndanele текст песни

Текст песни ndanele - Bongeziwe Mabandla



Andikwazukulibala
Konke ekwenzekileyo
′Phila ndikhangelwa kulul' undishiya
Kungekho muntu′ndinaye
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ngob'uthando lwakho
Lungandenza ndonele
Uthando lwakho lungandenza
Ndonele
Noba sendilahlekile soz'uye
′Kundikhangela
Undifuna ndifumane
Akukho ukuphila
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ngob′uthando lwakho
Lungandenza ndonele
Uthando lwakho lungandenza
Ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ndenze ndenze ndonele
Ngob'uthando lwakho
Lungandenza ndonele
Uthando lwakho lungandenza
Ndonele



Авторы: Bongeziwe Sipho Samkelwe Mabandla, Tiago Correia-paulo


Bongeziwe Mabandla - iimini
Альбом iimini
дата релиза
27-03-2020




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.