Flash Ikumkani - Utshintsho текст песни

Текст песни Utshintsho - Flash Ikumkani



Ngubani wathi impilo inga lula
Akekho azange kutshiwo ey
Kunini ndizama ndisenza imigudu ndifuna itshintshe impilo ey
Ngapha nexesha alimanga ey
Nalo ixanduva liyanda
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Inja izikhotha amanxeba
Ndibavile abantu bethetha
Ndibavile abantu bethetha
Besithi besithi besithi besithi
"Lento izophelela phi"
"Yakhumbula basathini"
Ndabe ndibanjwe yi fame
Ndisiwa ndisiwa ndisiwa ndisiwa
Wonke umntu ebe zi buza ingaba lentwana kengoku izophelela phi
Lombuzo ndiyawazi andiqali uwufumana undikhumbuza elalini
Ngoku ndandiqala zange ba ndiphe ne chance
Ndade ndiphume Thivini
Ngoku ndiliqhawe ndiyiphakamisile ilali
Bavuye bonke engingqini
Ngoku eMthatha ndiyaziwa
Napha eMonti ndiyaziwa
Lento isaqala ayikagqibi lento ibukelwe nandim
Ndafike Kapa bangqisha sishoota video yama phinda
Othuka axhuma amajita iluvuyo nemincili
Ngubani wathi impilo inga lula
Akekho azange kutshiwo ey
Kunini ndizama ndisenza imigudu ndifuna itshintshe impilo ey
Ngapha nexesha alimanga ey
Nalo ixanduva liyanda
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ezingelayo yiyo ebhaqwayo
Inja izikhotha amanxeba
Nyani le way yenzeka
Nyan ndimele inkeva
Nyan ndiskarela icweba
Hela le way lentwana iyayenza
Kwelinye Icala Ingathi Iyaphasalaka
Banye balahla amathemba
Yonke le way iyenzeka
Intwana ezincinci xandihambe endleleni elalini zonke zikhwaza uflash
Ndiyila Bhuda yatyhuna le way
Ndikwa yila Bhuda ibona le way
Ndikwa yila Bhuda iphila le way
Ngoku lixesha lokuba babone eli ikwa lishishini
Kumele ndiqhube ndizame ndiphande ukuze babone utshintsho
Ndibuelela eQonce bandinikile inxaso kwatsho akwa fana nokwana
Ndatsho ndabona iziqhamo zihluma
Ndaqonda nzawuphinda nzawutyala
Ngoku ndilinde lomini ye mvula
Lixesha lohlakula kwam
Ngubani wathi impilo inga lula
Akekho azange kutshiwo ey
Kunini ndizama ndisenza imigudu ndifuna itshintshe impilo ey
Ngapha nexesha alimanga ey
Nalo ixanduva liyanda
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Ndizode ndilibone utshintsho ey
Akuncedi into ukhala ndizoqhubeka ndizama
Ndizode ndilibone utshintsho ey



Авторы: Thabang Matabane


Flash Ikumkani - Utshintsho
Альбом Utshintsho
дата релиза
28-10-2022




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.