Mxo - Ntyilo Ntyilo текст песни

Текст песни Ntyilo Ntyilo - Mxo

Oko wahamb'eth'uzobuya, wakhwela inqwelo ntaka,
Watshona kweziy'ntaba ntyilo ntyilo njenge nyoni ndiya ntyiloza.
Kwaphela iinyanga kwatshona amalanga,
Neetshomi zami zithi undenza isbhanxa naselalini
Kuthethwa ngam'izindaba ntyilo ntyilo njenge nyoni ndiya ntyiloza

Mama ndincede khawund'size Mama...
Tata ndincede khawund'size Tata intlungu zothando
Yaz'kubhlungu uthanda umuntu nami angizenzi cel'ungisize Mama...

Heee... heee... heee Mama...
Heee... heee... heee Mama...
Cel'ungisize Mama...
Heeee Mama. Heee Mama
Cel'ungisize Mama... heeeMama
Yebo ngempela ngiyavuma,
Njalo mangihlel'eduze kwakho vele
Wenz'impilo ibelula... ibelula ngempela ngiyavuma
Yebo ngempela ngiyavuma,
Njalo mangihlel'eduze kwakho vele
Wenz'impilo ibelula... ibelula ngempela ngiyavuma
Oko wahamb'eth'uzobuya, wakhwela inqwelo ntaka,
Watshona kweziy'ntaba ntyilo ntyilo njenge nyoni ndiya ntyiloza.
Kwaphela iinyanga kwatshona amalanga,
Neetshomi zami zithi undenza isbhanxa naselalini
Kuthethwa ngam'izindaba ntyilo ntyilo njenge nyoni ndiya ntyiloza
Mama ndincede khawund'size Mama...
Tata ndincede khawund'size Tata intlungu zothando
Yaz'kubhlungu uthanda umuntu nami angizenzi cel'ungisize Mama...
Mama ndincede khawund'size Mama...
Tata ndincede khawund'size Tata intlungu zothando
Yaz'kubhlungu uthanda umuntu nami angizenzi cel'ungisize Mama...
Yebo ngempela ngiyavuma,
Njalo mangihlel'eduze kwakho vele
Wenz'impilo ibelula... ibelula ngempela ngiyavuma
Yebo ngempela ngiyavuma,
Njalo mangihlel'eduze kwakho vele
Wenz'impilo ibelula... ibelula ngempela ngiyavuma

Авторы: Mxolisi Lokwe

Mxo - Sounds in Motion
Альбом Sounds in Motion
дата релиза
05-06-2009

Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.