Simphiwe Dana - Injongo текст песни

Текст песни Injongo - Simphiwe Dana



Injongpo endivusa ekuseni
Injongo endivusayo
Injongo xandi nyuki ntaba yam injobngo endinyulayo injongo xa
Eh yandinyusa
Ngiyakholwa kuyo ihambo yam
Xandisiwa ndivukayo
Ndiyakholwa kuyo ihambo yam
Ndizoy'melka nangamandla anzima xa ndi siwa ndivukayo undijongile
Eh goom gum gum gum
Ge gum gum gum' ge gum gum
Injongo eliqabaner lam inhongo emdimelaypo
Injongo eqinisi moya injogo evuthelumlilo
Injongo ithi esiphelele apha
Injongo ithi phambili
Hook
Ngiyakholwa kuyo ihambo yam
Xandisiwa ndivukayo
Ndiyakholwa kuyo ihambo yam
Ndizoy'melka nangamandla anzima xa ndi siwa ndivukayo undijongile



Авторы: Simpiwe Dana


Simphiwe Dana - The One Love Movement On Bantu Biko Street
Альбом The One Love Movement On Bantu Biko Street
дата релиза
28-09-2007




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.