Simphiwe Dana - Zandisile текст песни

Текст песни Zandisile - Simphiwe Dana



Iya ho hi hele haya hoyo
Iya ho
I hi hele haya haya haya
He iyo iyo iyaho
Yenza njalo Zandisile
Ndibek' ithemba lam kuwe
Ndibonile Zandisile
Ongeke ukubone wena
Sesidlulil' enzulwini
Nethambeka liyehlela
Zukhumbule Zandisile
Nguwe nguwe ilifa lam
Uzowuwela lo mlambo
Uthathe ndakuphelelwa mna
Ngamaqhaw' angehlulwa nto
Uliqhawe iqhawe lam
Zumamel' ekuthuleni
Isand' esokuqondisa
Zu zungakhonz' inyembezi
Amandla nguw' ungazideli



Авторы: Sinethemba Dana


Simphiwe Dana - Singles
Альбом Singles
дата релиза
22-07-2013




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.