Soweto Gospel Choir - Ndikhokhele текст песни

Текст песни Ndikhokhele - Soweto Gospel Choir



Ndikhokhele, O Yehova!
Ndingumhambi nKosi yam;
Unamandla: andinawo,
Onobuthathaka ndim.
O mSindisi!
NguWe olikhaka lam.
Lowo mthombo wosindiso
Owavulwa ngenxa yam;
Ma uvele umpompze
Uzihlamb' izoono zam.
O mSindisi!
NguWe oluncedo lwam.
Ndifikile eJordane,
Susa izoyiko zam;
Z'undikhaphe, se ndiwela:
Yiba ungumNcedi wam.
O mSidisi!
NguWe olithemba lam.



Авторы: Traditional, Sibusiso Mthembu


Soweto Gospel Choir - Grace
Альбом Grace
дата релиза
01-01-2009




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.