Vusi Nova - Emakhaya текст песни

Текст песни Emakhaya - Vusi Nova



Yey ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
Ye bekutheni na?
Hay′ akusafani nakuqala
Hay' eRhawtini, bamthatha
Bamthath′ uBaby wam
Amthathil' amaBlesser
Hay' eGoli bamthatha
Bamthath′ uBaby wam
Amthathil′ amaSpender
Yey ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
Ye bekutheni na?
Hay' akusafani nakuqala
Yey ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
Ye bekutheni na?
Hay′ akusafani nakuqala
Yeyak' uNomonde, uyazenzela
Uyaphum′ uyangen' aphendlini
Sendaba sis′denge
Hayi icacile uthand' izinto
Yeyak' uNomonde, uyazenzela
Uyaphum′ uyangen′ aphendlini
Sendaba sis'denge
Hayi amthathil′ amaSpender
Yey ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
Ye bekutheni na?
Hay' akusafani nakuqala
Yey ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
Ye bekutheni na?
Hay′ akusafani nakuqala
Yey ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
Ye bekutheni na?
Hay' akusafani nakuqala
Yey ndikhumbula emakhaya
Sisathandana mna nawe
Ye bekutheni na?
Hay′ akusafani nakuqala



Авторы: Vusumzi Nongxa


Vusi Nova - Ngumama
Альбом Ngumama
дата релиза
29-01-2021




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.