Vusi Nova - Ingaba текст песни

Текст песни Ingaba - Vusi Nova



Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Okok′qala, I wanna say I'm sorry
For breaking your heart, time and time again
Baby, ibingezo njongo zam, no
Baby wont you please forgive me
Ndiyazithandabuza, if I′m worthy
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ndinentloni, uhlal' undixelela
Amanyal' endiwenzayo
Time and time again
Baby, ukokozw′ akuk′fanele
Khusel' intliziyo yakho ndiz′misele
Kodwa ndihlala ndizibuza, if I'm worthy
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Baby nguwe entlizweni yam
Baby nguwe wedwa
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ingaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ngaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna
Ngaba ndikulungele mna?
Ndiyazibuza mna



Авторы: Vusumzi Nongxa


Vusi Nova - Ngumama
Альбом Ngumama
дата релиза
29-01-2021




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.