Vusi Nova - Ndikuthandile текст песни

Текст песни Ndikuthandile - Vusi Nova



Thatha, nants′intliziyo yam
Thatha nal'uthando lolwakho
Thatha nants′intliziyo yam
Zuyiphathe njengeqanda
Sthandwa andenzi ngabom
Ndiyaz'thandela apha kuwe
Heeybo andenzi ngabom yooh
Ndicel'
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh′uthando endinalo
Soze luphele
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh′uthando endinalo
Soze luphele
Indlela ondithanda ngayo
Kukhw'indlela ondibamba ngayo
Baby indlela ondijonga ngayo
Baby iyandigqiba yeah
Sthandwa andenzi ngabom yeah
Andiphathwa nazintloni
Xa ndifun′ukbamba, ndifun'ukuk′thanda
Ngaske lingatshoni
Baby baby baby baby baby
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh'uthando endinalo
Soze luphele
Uthath′umphemfumlo wam
Thulisile, ebusuku nemini
Ndiphupha ngawe
Uthath'umphemfumlo wam
Thulisile, ebusuku nemini
Ndiphupha ngawe
Ndikuthandile sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh'uthando endinalo
Soze luphele
Ndikuthandile (ndikuthandile) sthandwa sam
Ngentliziyo yami yonke
Nditsh′uthando (nditsh′uthando) endinalo
Soze luphele



Авторы: Muthaland Entertainment


Vusi Nova - Naninina
Альбом Naninina
дата релиза
01-07-2016




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.