Vusi Nova - Thandiwe (Bonus Track) [2015 Release] текст песни

Текст песни Thandiwe (Bonus Track) [2015 Release] - Vusi Nova



Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe
Kwasekuqaleni
Wawungu Thandiwe wam
Ndingafuna nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu iyeah
Izinto zajika, bekutheni na?
Oh ndisele ndicinga
Ndicinga ngab′ ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe, iyeah iyeah?
Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe iyea iyeah?
Ngoluthando
Nd′cela sihlale sibonisane
Singayek' umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
Kodwa sihlala thina sibambile
Ew' emhlaben kunzima
Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe mntakwethu (Thandiwe wam)
Kushiyeke icinga
(Ndicinga ngab′ ubusuku nemini) ngay′ imini
Mntakwethu kwenze njani
Ingabe kuphelile (phakathi kwam nawe?) No, no, no, no
Ndicinga ngab' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
(Phakathi) phakathi kwam nawe?
Ndihlala ndicinga ngaw′ (ndicinga ngaw' ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani) bekutheni na?
(Phakathi kwam nawe iyeah iyeah?) phakathi kwam nawe, phakathi kwam nawe
(Ndihlala ndicinga ngaw ubusuku nemini)
(Mntakwethu kwenze njani) hayibo
(Phakathi kwam nawe) iyeah iyeah
B-b-b-b-baby baby baby baby!



Авторы: Simpiwe Paul Halam, Nongxa Vusumzi


Vusi Nova - Naninina
Альбом Naninina
дата релиза
01-07-2016




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.