Vusi Nova - Ndizakulinda (Acapella) текст песни

Текст песни Ndizakulinda (Acapella) - Vusi Nova



Phofu ndaalinda
Kodwa inhliziyo yam ay'khang' ikwazi ukulinda
Inene uthando ngenyinti, inene ndikuthandile
Kulomhlaba izinto zingenyindlela
Ndakuthembis' ukulinda, inhliziyo yala
Ndithe ndizakulinda, phofu ndalinda
Kodwa intliziyo yam ay'khang' ikwazi ukulinda
Ndithe ndizakulinda, phofu ndalinda
Hho nana kodwa inhliziyo yam ay'khang' ikwazi ukulinda
Kaloku nhliziyo iyazilawula, mmm kaloku nawu umthwalo iwuthwele
Ezandleni, ezandleni zakho
Uzungayikhaleli ihlukunyezwe nguwe iyeah eh ey
Ihlukunyezwe nguwe iyeah eh eh ey, ndithe ndizakulinda phofu ndakulinda yeah ehh
Kodwa inhliziyo yam ay'khang' ikwazi ukulinda
Ndithe ndizakulinda, phofu ndakulinda
Kodwa inhliziyo yam ay'khang' ikwazi ukulinda
Ewe ewe mna ndiyavuma!
Ey! Kodwa kodwa wenze kwalikhuni ey!
Ndiva ndiyo ngelosi, andiyongelosi andiyo ngelosi
Ndiyindoda egcini izithembiso zayo! Wena wenza kwanzima
Oh ooh ooh oooh
Phofu ndakulinda!
Kodwa inhliziyo yam ay'khang' ikwazi ukulinda
Ndithe ndizakulinda, phofu ndakulinda
Kodwa inhliziyo yami aykhang' ikwazulinda
Ndithe ndizakulinda, phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yami aykhang' ikwazulinda



Авторы: Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ntsika Ngxanga


Vusi Nova - Ndizakulinda
Альбом Ndizakulinda
дата релиза
13-03-2018




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.