Vusi Nova - Ndizakulinda текст песни

Текст песни Ndizakulinda - Vusi Nova



Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam
Ayikhang 'ikwaz uklinda
Inene, uthando ngenyinto
Inene, ndikuthandile
Kulomhlaba izinto zingeny'indlela
Ndakuthembisa ukulinda
Inhliziyo yala
Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam
Ayikhang'ikwazuklinda
Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Woo nana
Kodwa inhliziyo yam akhang'ikwazuklinda
Kaloku, nhliziyw'iyazilawula
Kaloku, naw'umthwalo iwethwele
Ezandleni
Ezandleni zakho
Uzungayikhaleli
Intlungu endiyenze kuwe
Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda,
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
Ewe
Ewe
Mna ndiyavuma
(Ndithe ndizakulinda)
Kodwa, kodwa kwenzeni kumi
Ndim andiyongilosi, andiyongilosi
Ndiyi ndoda egcin'izithembiso zayo
Wena wenza kwanzima
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
Ndithe ndizakulinda
Phofu ndakulinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda
Ndithe ndizakulinda
Phofu ndalinda
Kodwa inhliziyo yam ayikhang'ikwazuklinda



Авторы: Vusumzi Nongxa, Bongani Mahlaole, Ntsika Ngxanga


Vusi Nova - Ndizakulinda
Альбом Ndizakulinda
дата релиза
13-03-2018




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.