Lyrics Thixo Wam - 8Vowelz
Thixo
wam
ndifuna
abantwana
Thixo
wam
ndifuna
nemali
Thixo
wam
ndifuna
iimoto
Thixo
wam
ndifuna
ukuba
nomzi
Thixo
wam
ndibulel'
impilo
Thixo
wam,
philisa
umama
Thixo
wam
ndifun
impumelelo
Thixo
wam
ndifun
ukuphumelela
Hlala
nami,
ndibeke
eduze
kwakho
Thixo
wam
Ngathi
kuphela
amagama
Ngathi
uyi
cherry
engazukunika
number
Sikufuna
sibanintsi
kodwa
uyasikhetha
Sikufuna
yonke
imihla
uphendula
xa
uthandile
Songak'funi
k'thiwe
syathakatha
Sifuna
lona
uthando
usinika
ama-challenge
Ndibulele
on
behalf
of
amajita
Wasibhlesa
ngentombi
ezinhle
Ngxaki
yam
iyi-1
sideala
neefeminist
Worse
kemnake
andijoli
nokjola
Ezi-feminist
zicingba
ndiyaxoka
Xa
ndisithi,
"andinantombi"
Zicingba
ndyaxoka
xa
ndisithi,
"ndi-single"
Thixo
wam
ndifuna
abantwana
Thixo
wam
ndifuna
nemali
Thixo
wam
ndifuna
iimoto
Thixo
wam
ndifuna
ukuba
nomzi
Thixo
wam
ndibulel'
impilo
Thixo
wam
philisa
umama
Thixo
wam
ndifun
impumelelo
Thixo
wam
ndifun
ukuphumelela
Ukuzalwa
kwam
andizikhethelanga
Ukufunda
kwam
akuzunceda
ndawo
Ukwazi
esophagus
akuzundisa
ndawo
Ukwazi
uku-label
locust
akuzundinika
mali
Hlala
nami,
ndibeke
eduze
kwakho
Thixo
wami,
sifuna
ubutyebi
Kunzima
na
ukusinika
imali
Othandazayo
akanamali
Osebenzayo
akanamali
Othakathayo
ulala
phezukwayo
Oshay'
ikhanda
ulala
phezukwayo
Odayisa
umzimba
ulala
phezukwayo
O-scam
abantu
ulala
phezukwayo
Caba
thixo
ufuna
senze
okubi
kuze
sibenemali?
Caba
thixo
ufuna
sibulale
kuze
sibenemali?
Caba
thixo
ufuna
si-join
usathane
kuze
sibenemali?
Kwafiwa
kangaka,
osasifuni
na?
Attention! Feel free to leave feedback.