Lyrics isiphelo (#Untitled) - Bongeziwe Mabandla
Ekugqibeleni
kwento
yonke
Mna
ndisakuthanda
Noba
asisekho
kunye
Lontw'ayitheth'ukuba
sendalibala
Amaxesha
ami
naNe
Thina
sobabini
Iminyaka
eyadlula
Dlula
ndihleli
nawe
Mandibulele
ngento
yonke
Ondenzele
yona
Mna
ndilingqina
Lentliziyo
yakh'welungileyo
Ndiyak'khumbula
Ndiyak'khumbula
Ndiyakukhumbula
Ndiyak'khumbula
Amaxesha
ami
nawe
Thina
sobabini
Iminyaka
eyadlula
Dlula
ndihleli
naweAkwaba
akwaba
(Andikwaz'ukuyeka...)
Akwaba
ukhe
undicinge
(...
ukuyeka,
ukuyek'ukuthanda)
Akwaba
akwaba
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ukhe
uzinik'ithuba
(...
ukuyeka,
ukuyek'ukuthanda)
Sakhe
saphila
phezu
kwelilizwe
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ngathi
ndim
ndimi
naw'emhlabeni
(...
ukuyeka,
ukuyek'ukuthanda)
Sakhe
saphila
phezu
kwelilizwe
(Andikwaz'ukuyeka...)
Ngathi
ndimi
ndimi
naw'emhlabeni
(...
ukuyeka,
ukuyek'ukuthanda)
Attention! Feel free to leave feedback.