Lyrics Mthulise (feat. Ringo Madlingozi) - Malik , Ringo Madlingozi
Uthe
uyamthanda
Mthulise
angakhali
Ugamyeki
aphele
amandla
Uthe
uyamthanda
Uzozivela
ndoda
Wenzani
na?
Luthando
olunjani
na
olu?
Luthando
olunjani
na?
Uthi
awukhathali
uyazi
ukuba
akalali
lomtwana
Busuku
bonke
uncinga
ngawe
Uthe
uyamthanda
Uzozivela
ndoda
Uyakhumbula
mhla
umbona
okokuqala,
eyingelosi?
Besidla
ngaye
Ngoku
akalali
ebusuku,
busuku
bonke
Uthe
uyamthanda
Mthulise
angakhali
Usakhumbula
ukhuti
kwakunjani
na?
Wathi
mina
nawe
siyofa
silahlane
Umuntu
akalahlwa
esaphila
uzomdinga
ngelinye
ilanga
Mphathe
kahle
yena
ungowakho
Vuka
naye,
lala
naye,
hlala
naye
Uthe
ungowakho
Vuka
naye,
hlala
naye,
idla
naye
Yena
ungowakho
Mthulise
angakhali
Ungamyeki
aphele
amandla
1 Mzabalazo
2 Ofana Nawe
3 Mthulise (feat. Ringo Madlingozi)
4 Xa Ukude
5 Sihla Sonyuka
6 Ingane (feat. Cook)
7 Hold On
8 Uzomdinga
9 Sondela
10 This Love
11 Hlala Nam
12 Chipa (feat. MXO)
13 Show Me
14 Break Free
15 What You Do
16 Mzabalazo
17 Buy Me Love
Attention! Feel free to leave feedback.