Lyrics Imibuzo - Nathi
Uyenza
buhlungu
intliziyo
yam
Undenza
ndizi
buze
imibuzo
Ngelinye
ixesha
s'thandwa
sam
Kuba
ngathi
aluboni
uthando
lwam
Ngelinye
ixesha
s'thandwa
sam
Ndibangazama
awuboni
umzamo
wam
Kodwa
xa
ndingekho
phambi
kwakho
uyayazi
kubanjani
nah
Kuba
xa
ungekho
phambi
kwam
ndiyayazi
kunjani
kum
Uyenza
buhlungu
intliziyo
yam
Undenza
ndizi
buze
imibuzo
Uyenza
buhlungu
intliziyo
yam
Undenza
ndingalali
ebusuku
Usakhumbula
uba
kukho
izithembiso
Esazenzayo
phambi
komfundisi
nabantu
Kuba
wawuthe
uzakuba
nam
noba
kunjani
ebuhleni
nasebubini
Ndiyamangala
xa
izabanguwe
lo
ufunuhamba
ufunu
thathi
zinto
zakho
ugoduke
Ndiyamangala
xa
izabanguwe
lo
ufunu
goduka
ngenxa
yokuba
ndingena
mali
Uyenza
buhlungu
intliziyo
yam
Undenza
ndizi
buze
imibuzo
Uyenza
buhlungu
intliziyo
yam
Undenza
ndingalali
ebusuku
Yeyani
yeyani
le
mibuzo
ndinayo
ngawee
Yeyani
yeyani
na
kutheni
ndizi
buza
lemibuzo
Uyenza
buhlungu
intliziyo
yam
Undenza
ndizi
buze
imibuzo
Uyenza
buhlungu
intliziyo
yam
Undenza
ndingalali
ebusuku
1 Nomvula
2 Imibuzo
3 Noba Ngumama
4 Nomakanjani
5 Liziwe
6 Ndenzenjani
7 Buyele'khaya
8 Ezweni
9 Intliziyo
10 Imizamo Yam
Attention! Feel free to leave feedback.