Lyrics Noba Ngumama - Nathi
Mna
ndizondwa
ngabantu
Ndizondwa
ngumakhelwane
Andaz'
ba
ndenzeni
na
kumakhelwane
Mna
ndizondwa
ngabantu
Ndizondwa
ngumakhelwane
Andaz'
ba
ndenzeni
na
kumakhelwane
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Bayandithyola
aba
bantu
mna
Bathi
ndiqhekezile
Emzini
wegxagxa
Bayandithyola
aba
bantu
mna
Bathi
ndiqhekezile
Emzini
wegxagxa
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Ndike
ndabizwa
ngamagama
wonke
Ndabizwa
nangebhantinti
Ndikhe
ndabekelwa
bucala
ngabantu
Ndikhe
ndabekelwa
bucala
ngabantu
Ndabizwa
ngoguluva
Ndikhe
ndabekelwa
bucala
ngabantu
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Khanibize
noba
ngumama
azondikhulula
Ndisemzini
wegxagxa
Mna
ndizondwa
ngabantu
Ndizondwa
ngumakhelwane
Andazi
ba
ndenzeni
na
kumakhelwane

1 Nomvula
2 Imibuzo
3 Noba Ngumama
4 Nomakanjani
5 Liziwe
6 Ndenzenjani
7 Buyele'khaya
8 Ezweni
9 Intliziyo
10 Imizamo Yam
Attention! Feel free to leave feedback.