Ringo Madlingozi - Ndiyagodola Lyrics

Lyrics Ndiyagodola - Ringo Madlingozi



Ingab' uphi westhandwa sam
Kuyaband' aph' ekhaya
'Zobuya nin, oh dali wam
Mh, ndyagodola
Okoko wemk' aph' ekhaya
Eli khay' ayiselo khaya
Kumnyama lonk' ixesha
Mh ndyagodola
Andisakwazi nokulala
Kuyaband ubuthong' abukho
Ilanga selanditshonela
Mh ndyagodola



Writer(s): Ringo Madlingozi, Sibusiso Victor Masondo


Ringo Madlingozi - Ntumba
Album Ntumba
date of release
30-06-2009




Attention! Feel free to leave feedback.