Lyrics Vuka Sula - Ringo Madlingozi
Kwanele
ngesikhalo,
hlis'
umoya.
Nje
ngomntwan'
obekhala
Qabuka
kubom'
obutsha.
Xolis'
intliziyo
Sula
iinyembezi
Jonga
ngamehlw'
amatsha
Ilizw'
Elitsha,
ubomi
obutsha
Qabuka
vuka,
Uyabona
awukohlulwa
Ubomi
abuyontsomi,
Awuthandwa
ngabantu
bonke
Uyaz'
amandla
ngawakho
Awusoli
bantu
Ngokwenzekayo
kubomi
bakho
Uyaz'
amandla
ngawakho
Awugxeki
bantu
Ngokwenzekayo
kubomi
babo
Vuka
uvuthulule
bonk'
ubuvuvu
Okhuliswe
Ngabo
yilokishi
Kanti
nasekhaya
bath'
unje
nje
nje
ngoban
Bath'
unje
Nje
nje
Batheth'
ingath'
awunay'
ingqondo
yakho
Vul'
amehlo
ufund'
Ukuzithanda
Unay'
imvume
yokuthi
awufuni
mh
m,
Awfuni
Fund'
ikuziphatha,
Fund'
ukuyek'
ukuphisa
ngento
ongenayo
Kwanele
ngokulwa
Uyaz'
amandla
Ngawakho,
awusoli
bantu
Xolis'
intliziyo
Uyaz'
amandla
ngawakho,
Awugxeki
bantu
Xolis'
intliziyo
Unay'
imvume
Yokuthi
awufuni
awfuni
awfuni
Xolis'
intliziyo
Attention! Feel free to leave feedback.