Zahara - Inameva текст песни

Текст песни Inameva - ZAHARA



Inameva, iyahlaba. Ndincede
Inameva, iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva, iyahlaba. Ndincede
Inameva, iyahlaba
Nokuba le ndlel′ imxinwa
Likhon' ithuba lam
Lokuthubeleza ndizofika
Ubom bethu bahlukile
Kodwa ikhon′ indawo esidibana kuyo
Val' amehlo akho
Ujonge ngentliziyo yakho
Siyafana, sifun' intw′ enye
Sifun′ ukuphila
Zungandivaleli ithuba lam
Nelakho liyeza
Kukh' induli eluhlaza engabiyelwanga
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba wasinika ubukhosi
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba zonk′ impendulo zikuye
Ndizoguqa ndithandaze x4
Inameva iyahlaba



Авторы: bulelwa mkutukane, r. malinga, robby malinga


Zahara - Country Girl
Альбом Country Girl
дата релиза
22-09-2015




Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.