Zahara - Izintaba текст песни

Текст песни Izintaba - ZAHARA



Ngapha na ngapha ndiva ama gama ami
Baya ndibiza, ndiva ingqolo
Bebe cinga ndizo yekelela
Kodwa, ndine tamsanqa
Kodwa ndine tamsanqa
Zonke intaba ziwela kumi (macala onke)
Zonke intaba ziwela kumi (ngiya didizela)
Ndivhuke kubalela enqondweni yam
Ndi phethe intliziyo yam nge zandla
Kodwa ithemba lam li khona
Kuzoba luhlaza ngomso
Kuzi za qwithi
Kuzi zi vhungu vhungu
Kauleza, kauleza
Kuzi za qwithi
Kuzi zi vhungu vhungu
Kauleza, kauleza



Авторы: Bulelwa Mkutukane, R. Malinga, Robby Malinga



Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.