8Vowelz - Thixo Wam paroles de chanson

paroles de chanson Thixo Wam - 8Vowelz



Thixo wam ndifuna abantwana
Thixo wam ndifuna nemali
Thixo wam ndifuna iimoto
Thixo wam ndifuna ukuba nomzi
Thixo wam ndibulel' impilo
Thixo wam, philisa umama
Thixo wam ndifun impumelelo
Thixo wam ndifun ukuphumelela
Hlala nami, ndibeke eduze kwakho
Thixo wam
Ngathi kuphela amagama
Ngathi uyi cherry engazukunika number
Sikufuna sibanintsi kodwa uyasikhetha
Sikufuna yonke imihla uphendula xa uthandile
Songak'funi k'thiwe syathakatha
Sifuna lona uthando usinika ama-challenge
Ndibulele on behalf of amajita
Wasibhlesa ngentombi ezinhle
Ngxaki yam iyi-1 sideala neefeminist
Worse kemnake andijoli nokjola
Ezi-feminist zicingba ndiyaxoka
Xa ndisithi, "andinantombi"
Zicingba ndyaxoka xa ndisithi, "ndi-single"
Thixo wam ndifuna abantwana
Thixo wam ndifuna nemali
Thixo wam ndifuna iimoto
Thixo wam ndifuna ukuba nomzi
Thixo wam ndibulel' impilo
Thixo wam philisa umama
Thixo wam ndifun impumelelo
Thixo wam ndifun ukuphumelela
Ukuzalwa kwam andizikhethelanga
Ukufunda kwam akuzunceda ndawo
Ukwazi esophagus akuzundisa ndawo
Ukwazi uku-label locust akuzundinika mali
Hlala nami, ndibeke eduze kwakho
Thixo wami, sifuna ubutyebi
Kunzima na ukusinika imali
Othandazayo akanamali
Osebenzayo akanamali
Othakathayo ulala phezukwayo
Oshay' ikhanda ulala phezukwayo
Odayisa umzimba ulala phezukwayo
O-scam abantu ulala phezukwayo
Caba thixo ufuna senze okubi kuze sibenemali?
Caba thixo ufuna sibulale kuze sibenemali?
Caba thixo ufuna si-join usathane kuze sibenemali?
Kwafiwa kangaka, osasifuni na?



Writer(s): Thabo Zulu


8Vowelz - Last One
Album Last One
date de sortie
30-01-2023




Attention! N'hésitez pas à laisser des commentaires.