Текст песни Ubomi - Ringo Madlingozi
Ubonile?
obubumnyama
abubalulekanga
Jonga
iiNkundla
zethu,
zisilahlile
Abantu,
uMama
no
Sisis
Wam
Akokukqala,
kunje
Abanye
baphoswe
ezingonyameni
Abanye
barhuqiwe
bephila
IiNkundla
zidlala
ngama
gama
Ubungqina
abukho,
abuphelelanga
Akhomntu
usivileyo
isijwili
saloo
Ndoda
Yintoni
na?
ubatla
bopaki
bo
feng?
Ke
bopaki
bo
feng,bo
o
bo
batlang?
Uthini
na?
abazibulalanga
ababantu
Ubonile?
obubumnyama
abubalulekanga
Jonga
iiNkundla
zethu,
zisilahlile
Abantu,
uMama
no
Sisis
Wam
Akukudalanga,
sifumene
iNkululeko
Kodwa
yintoni
na,
siyona
kanje?
Ndithi
akukudalanga,
siqala
ukuthembana
Ngoku,
kutheni
na,
sisenza
kanje?
Akukhomntu
usivileyo
isijwili
salaa
Mantombazana
Ha
se
la
pele
ho
le
tjena
Re
tshireletse,
Re
tshireletse
Ncedani,
singalwi,
abamnyama
nabamhlophe
Ubonile?
obubumnyama
abubalulekanga
Jonga
iiNkundla
zethu,
zisilahlile
Abantu,
uMama
no
Sisis
Wam
Xola
Xola
Kuzobuye
kulunge
Xola
Kuzobuye
kulunge
Xola
Kuzobuye
kulunge
Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.