Ringo feat. Thembisile Ntaka - Ndi Nje текст песни

Текст песни Ndi Nje - Ringo feat. Thembisile Ntaka



Kutheni kuthe cwaka ngolwimi lwethu
(Woo asazi)
Owu! Yintoni na ntombi, zinwele zikabani na ezi (mmmh)
Ma we!
Awuzithandi indlel'oyiyo (Yitsh'uphinde mfana)
Bhuti wam
Awulithandi ulwimi lwakho (Yitsh'uphinde mfana)
Khawuve
Ndiyakuthanda
Ke a o rata
Ngiyathanda
Ndyakurantsa
TSHISA
Ndiyakuthanda
Ndiyamfuna
TSHISA
Kutheni kuthe cwaka ngoThixo wakho (Mdumiseni)
Hey bhuti wam
Udak'ebusweni (Hayi)
Hayi hayi
Awuzithandi indlela oyiyo (Hayi)
Hayi, Hayi (Hayi)
Sisi wam
Awulithandi ibala lakho
Noba sekutheni na (Ndohlala nje)
Ewe ndim lo
Zinwele zam
Zohlala zinjalo
Ewe ndim lo
Ngekhe ndatshintsha
Ndohlala ndinje
Ewe ndim lo
Zinzipho zam hm
Zohlala zinjalo Ey! na
Ewe ndim lo
Ndinothando ndohlala ndinjalo
Thembisile
Nginjena ngoba ngingumAfrika
Ngiyaziqenya ngengiyiko
(Mmh mmh)
Izinwele nezinzipho azisho
Ukuthi ngingubani na
(Yishuphinde dadewethu)
Ngiyaziqhenya ngengiyikho
Nginjena ngoba ngingumAfrika
Ngiyaziqenya ngengiyiko
(Mmh mmh)
Izinwele nezinzipho azisho ukuthi ngingubani na
(Yishuphinde dadewethu)
Ngiyazithanda ngiyaziqhenya ngengiyikho
Abazithandi abahloniphi ulimi lwabo
(Mmh mawe)
Awul'thand'ulimi lwakho
Ewe ndim lo
Sobe ndatshintsha
Ndohlala ndinje
Ewe ndim lo
Zinwele zam ezi
Zohlala zinje
Ndinovelwano
Ewe ndohlala ndinjalo
Ewe ndim lo
Sobe ndatshintsha
Ndohlala ndinje
Ewe ndim lo
Zinwele zam ezi
Zohlala zinje
Ndim lo
Ndinovelwano
Ewe ndohlala ndinjalo
Ewe ndim lo



Авторы: Madlingozi Ringo


Ringo feat. Thembisile Ntaka - Ndim Lo
Альбом Ndim Lo
дата релиза
28-09-2007



Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.