Текст песни Usikhonzile - Simphiwe Dana
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                lupholis' 
                                                umoya
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                aluthengwa 
                                                baba
 
                                    
                                
                                                Luyajikela
 
                                    
                                
                                                (Zange 
                                                wadeda, 
                                                zange 
                                                wadeda)
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                aluthengwa 
                                                baba
 
                                    
                                
                                                Usikhonzile 
                                                eh 
                                                isizwe
 
                                    
                                
                                                Zange 
                                                wadeda 
                                                phambili
 
                                    
                                
                                                Mini 
                                                zakho
 
                                    
                                
                                                Eh
 
                                    
                                
                                                Ubulunga 
                                                bakho
 
                                    
                                
                                                Buyawudidiyel' 
                                                umphefumlo 
                                                wam
 
                                    
                                
                                                Buyawukholis' 
                                                umoya
 
                                    
                                
                                                Bunonembeza 
                                                mama
 
                                    
                                
                                                (Bunobugcisa)
 
                                    
                                
                                                Bungamanz' 
                                                andonga
 
                                    
                                
                                                Kwantinga 
                                                ntaka
 
                                    
                                
                                                (Bunobugcisa)
 
                                    
                                
                                                Kwenjiwa 
                                                njalo 
                                                ke 
                                                babhem
 
                                    
                                
                                                Laph' 
                                                uhamba 
                                                khona
 
                                    
                                
                                                K'khul' 
                                                okuhle 
                                                kodwa 
                                                mbhem
 
                                    
                                
                                                Kwenjiwa 
                                                njalo
 
                                    
                                
                                                Kwenjiwa 
                                                njalo 
                                                ke
 
                                    
                                
                                                Laph' 
                                                uhamba 
                                                khona
 
                                    
                                
                                                K'khul' 
                                                okuhle 
                                                kodwa
 
                                    
                                
                                                Kwenjiwa 
                                                njalo
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                lupholis' 
                                                umoya
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                aluthengwa 
                                                baba
 
                                    
                                
                                                Luyajikela
 
                                    
                                
                                                (Zange 
                                                wadeda, 
                                                zange 
                                                wadeda)
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                aluthengwa 
                                                baba
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                lupholis' 
                                                umoya
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                aluthengwa 
                                                baba
 
                                    
                                
                                                Luyajikela
 
                                    
                                
                                                (Zange 
                                                wadeda, 
                                                zange 
                                                wadeda)
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                aluthengwa 
                                                baba
 
                                    
                                
                                                Uyikhonzile 
                                                imin' 
                                                entsha
 
                                    
                                
                                                Bazokubek' 
                                                amabala 
                                                Qinisela
 
                                    
                                
                                                Eh
 
                                    
                                
                                                Uba 
                                                bendinepeni
 
                                    
                                
                                                Ezingamakhulukhulu 
                                                luyajikela 
                                                bo
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                luyimpilo
 
                                    
                                
                                                Thando 
                                                lwakho 
                                                aluthengwa
 
                                    
                                
                                                (Lolwethu 
                                                sonke)Lungamanz' 
                                                andonga
 
                                    
                                
                                                Kwantinga 
                                                ntaka 
                                                bo
 
                                    
                                
                                                (Lolwethu 
                                                sonke)
 
                                    
                                
                            Внимание! Не стесняйтесь оставлять отзывы.